VIDEO
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo Kodwa ngeny'imini zizophumelela Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini Ndiyazidla ngenxa yakho Empilweni ndizophumelela ngenxa yakho Ndiyabulele enkosi kuwe Ndibalekela kuwe Undenza msulwa Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa Phupho lwam dibana nam Xa ukhona kuyenzeka (Ngeny'imini as I'm breathing) Phupho lwam dibana nam Xa ukhona kuyenzeka (Ngeny'imini as I'm breathing) Ndibalekela kuwe Undenza msulwa (aah aah) Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah) Ndinephupho ngezinto endingazaziyo Kodwa ngeny'imini zizophumelela Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini Ndiyazidla ngenxa yakho Ndibalekela kuwe (aah aah) Undenza msulwa (aah aah) Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah) Phupho lam khawudibane nam (dibana nam) Xa ndihlangene nawe (xa ukhona) (Ngeny'imini as I'm breathing) kuyenzeka Phupho lami hlangana nam (dibana nam) Xa ndidibene nawe kuyenzeka (xa ukhona kuyenzeka) (Ngeny'imini as I'm breathing) Phupho lwam dibana nam (dibana nam) Dibana nami (xa ukhona) (Aah aah) kuzokwenzeka!Teksty umieszczone na naszej stronie są własnością wytwórni, wykonawców, osób mających do nich prawa. Nowe Teledyski · Alan Walker, Kylie Cantrall - Unsure · Modelki - Hifi (7 Bieg) · Doda, Smolasty - Nie Żałuję · Defis - Tylko Dla Takiej · Billie Eilish - Lunch · KęKę - Pewex · Long And Junior - Trampki I Szpile · Sylwia Grzeszczak - Och I Ach · RoxaOk - Bajka (Tryb Samolotowy) · Smolasty Feat. Książulo - Masterszef · Fabijan?ski Feat. Patrycja Markowska, Sarius - Chłopiec · Deemz, Bambi, Waima, Young Leosia, Kizo - Lecę Bo Chcę · Piękni I Młodzi Magdalena Narożna - Crazy (Bam Bam Bam) · Guzior - Strzelam Petem · Hellfield, Skolim - Tylko Z Nią · Kasśka Sochacka - Szum · OKI, Sobel - Ile Lat? · David Guetta, OneRepublic - I Don t Wanna Wait · Olivia Addams - Feelings Back · Baranovski - Rakieta