Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Kodwa ndinethamsanqa
Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum
Ndivuke kubalel' engqondweni yam Ndipheth' intliziyo yam ngenzandla Kodw' ithemba lam likhona Kuzoba luhlaza ngomso Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza
Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum
Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza
Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela ... Teksty umieszczone na naszej stronie są własnością wytwórni, wykonawców, osób mających do nich prawa. |
|