Kudala sinyamezele Thina ba-ntu abantsundu BaseMza-Ntsini Afrika Imithe-tho yabelungu Vukani mawethu Lifikil'ixesha Lenkululeko yethu Nelizwe ngelethu Khumbulan'uMshosha noDingane UMzilikazi noNgqika Balilwela lelizwe Vukani ma-Afrika Khumbulani amazwi kaShaka Esitsho ngalamini ebhubha Esithi sukumthemb'umlungu Kub'uzobus'izwe lakooBawo Manyani mawethu ndiyanicenga Ndithi masilwele lelizwe lelethu Kudala siphethwe ngamabhulu Sihlupheka phantsi kwamabhulu Lifikil'ixesha ngoku lenkululeko IAfrika yonke imi ngenyawo Ilwel'inkululeko yethu MZulu, MShangaani, Mxhosa, MSotho, MVenda dibanani Manyanani ngoku alisekho ixesha lokulila Mayibuye ngok'iAfrika Thathan'i-ndlela zooBawo Silwel'i-zwe lakowethu Elatha-thwa ngabamhlophe Sesifun-inkululeko Vukani mawethu Lifikil'ixesha Lenkululeko yethu Lumkani mawethu Vuka Mandela noSisulu Sobukwe nawe Luthuli Tambo, Munakwe noResha Khumbulani amazwi kaNgqika Mhla wayethetha nabelungu Esithi sukumthemb'umlungu Teksty umieszczone na naszej stronie są własnością wytwórni, wykonawców, osób mających do nich prawa. |
|